Ulala njani?

Ulala njani, ntaka? Ndibhabha ndilele.
Ulala njani, lulwane? Ndilala ndiphethukile.
Ulala njani, ndubule? Ndingqengqa ngecala lam.
Ulala njani, ngwane? Umbala wam uyatshintsha emaphupheni am.
Ulala njani, dada? Sibolekisana ngokugcinana.
Ulala njani, sana lwesikhova? Ndilala ndiqubude ubuso bam.
Ulala njani, ntini? Silala sibambene ngezandla.
Ulala njani, walrasi? Ndilala emhlabeni naphantsi kwamanzi.
Ulala njani, ndlulamthi? Silala omnye phezu komnye.
Ulala njani, gala? Silala sibe yimfumba.
Ulala njani, Pula? Busuku benzolo! Ulale kakuhle!

How do you sleep Xhosa