Buya, Kati!

Buya, Kati! Dlala nam.
Hlala kwingobozi yakho. Hlala kanye apha!
Buya, Kati! Iphezulu kakhulu loo ndawo.
Buya, Kati! Musa ukuphuma.
Buya, Kati! Leyo ke asiyoyakho.
Buya, Kati! Yintoni le uyiphetheyo?
Buya, Kati!
Ayingomhlobo wakho lowo!
Molo, Kati! Ubuyile?
Hlala kwingobozi yakho. Lixesha lokuba ulale ngoku.
Kati?

Sazise Mondleki_Buya Kati