Hawu-hawu!

Tata!
Sukoyika.
Hawu-hawu, phuma!
Jonga, iza nebhola inja.
Ibhola?
Ifun’ ukudlala inja.
Dlala?
Thatha ibhola.
Hawu-hawu, phuma!
Jonga, utata uyadlala.
Ngoku nawe, dlala.
Hawu-hawu, bamba!

Sazise-Mondleki_Hawu-hawu