Hayi!

Nosisi, lixesha lokuyeka ukukudlala. Nceda ungene ngaphakathi?
Hayi!
Nosisi, kufuneka siye ezivenkileni.
Hayi!
Jonga la mabhabhathane amahle. Hayi!
Yiza kuncedisa uMama ukwenza irayisi.
Hayi!
Masiphe uShakes ukutya. Hayi!
Nosisi lixesha lokuhlamba... Hayi!
Hayi. Hayi. Hayi. Hayi! Hayihayihayi-hayihayi...
Kunjani nge-ayiskhrimu? Hayi!
Yho. Andithi hayi...
Ewe! Mnandi. Mnandi. Ewe! Ewe! Ewe!
Nosisi, uza kulicoca igumbi lakho?
Mmmmm. Eee... kulungile.

Sazise Mondleki_Hayi